IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 4/00 iphe. 7
  • Inzondelelo Evuselela Uninzi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Inzondelelo Evuselela Uninzi
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2000
  • Amanqaku Afanayo
  • Kwesi Sikhumbuzo, Ngaba Uza Kuxelisa Inzondelelo KaYehova NekaYesu?
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2015
  • Kufunwa—Oovulindlela Abangabancedani Abali-10 000
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1997
  • Usukelo Olubalulekileyo Lonyaka Omtsha Wenkonzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2007
  • Ngaba Siza Kuphinda? Elinye Ikhwelo Elifuna Oovulindlela Abangabancedani
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1998
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2000
km 4/00 iphe. 7

Inzondelelo Evuselela Uninzi

Umpostile uPawulos wawancoma amaKorinte ngenxa yokuba inzondelelo yawo ngemisebenzi emihle “yavuselela uninzi” lwamanye amaKristu. (2 Kor. 9:2) Ngokufuthi, umntu, intsapho, iqela lesifundo sencwadi, okanye ibandla xa lilonke linokuba nomphumo ofanayo ngokuba nesabelo ngenzondelelo kumsebenzi wobuvangeli. Nazi ezinye zeendlela onokubonisa ngazo inzondelelo kubulungiseleli.

◼ IMigqibelo yakho yigcinele umsebenzi woSuku Lwamaphephancwadi.

◼ Yiba nenxaxheba kwinkonzo yasentsimini ngeeCawa.

◼ Yiba nesabelo ekunikeleni ubungqina ngamarhatya.

◼ Yiba nesabelo kuzo naziphi na iintsuku ezicwangcisiweyo zokunikela ubungqina.

◼ Iholide yesikolo okanye yomsebenzi yisebenzisele ukuya enkonzweni.

◼ Xhasa ubulungiseleli ebudeni botyelelo lomveleli wesiphaluka.

◼ Yiba nguvulindlela ongumncedani inyanga enye okanye ezingaphezulu ngonyaka.

◼ Lungelelanisa iimeko zakho ukuze ube nguvulindlela othe ngxi ukuba kunokwenzeka.

Bona Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Yowama-2000, iphepha 17-19.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share