IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 5/02 iphe. 3
  • Izaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2002
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2002
km 5/02 iphe. 3

Izaziso

◼ NgoMeyi kuza kuhanjiswa: IMboniselo noVukani! Ukuba umninimzi ube nomdla xa ubuyela kuye, mfake kumzila wamaphephancwadi. Hambisa incwadana enemifanekiso ethi Okufunwa nguThixo ngenjongo yokuqalisa isifundo seBhayibhile. NgoJuni: Yintoni UThixo Ayifunayo Kuthi? okanye Ulwazi Olukhokelela Kubomi Obungunaphakade. Xa umninimzi enazo ezi mpapasho, hambisani incwadana enemifanekiso efanele loo mntu kwezikhoyo ebandleni. NgoJulayi nangoAgasti: Nayiphi na kwezi ncwadana zinemifanekiso ezinamaphepha angama-32 inokusetyenziswa: Bunandiphe Ubomi Emhlabeni Ngonaphakade!, Igama LikaThixo Eliya Kuhlala Likho Ngonaphakade, Iyintoni Injongo Yobomi—Unokuyifumana Njani?, Kwenzeka Ntoni Kuthi Xa Sisifa?, Ngaba Ngokwenene UThixo Usikhathalele?, Ngaba Ufanele Ukholelwe KuBathathu Emnye?, Urhulumente Oya Kuzisa IParadisi, “Uyabona, Izinto Zonke Ndizenza Ntsha,” nethi Xa Umntu Omthandayo Esifa. Incwadana enemifanekiso ethi Imimoya Yabafileyo—Ngaba Inokukunceda Okanye Inokukwenzakalisa? Ngaba Ikho Ngokwenene? nethi Incwadi Yabantu Bonke, zisenokuhanjiswa xa kufanelekile.

◼ Umveleli owongamelayo okanye uthile owabelwe nguye ufanele ahlole imali yebandla ngoJuni 1 okanye ngokukhawuleza emva koko. Yakuba ihloliwe yenzani isaziso ebandleni emva kwengxelo yemali elandelayo.

◼ Umveleli owongamelayo ufanele atsalele umnxeba kwiSebe Loncwadi laseBheteli ukuba akakabufumani UBulungiseleli Bethu BoBukumkani bebandla ngomhla wama-20 kwinyanga eyandulela eyaloo nkupho.

◼ Amakhasethi Amatsha Afumanekayo:

Keep Your Eye Simple (Umdlalo, ikhasethi enye)—NgesiPhuthukezi

◼ Iimpapasho Ezintsha ZeBraille Ezifumanekayo:

Benefit From Theocratic Ministry School Education (imiqulu emine)—Grade Two English

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share