IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 7/03 iphe. 3
  • Izaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2003
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2003
km 7/03 iphe. 3

Izaziso

◼ NgoJulayi nangoAgasti: Kuza kuhanjiswa nayiphi na kwezi ncwadana zinemifanekiso zinamaphepha angama-32 zilandelayo: Bunandiphe Ubomi Emhlabeni Ngonaphakade!, Igama LikaThixo Eliya Kuhlala Likho Ngonaphakade, Iyintoni Injongo Yobomi?—Unokuyifumana Njani?, Kwenzeka Ntoni Kuthi Xa Sisifa?, Ngaba Ngokwenene UThixo Usikhathalele?, Ngaba Ufanele Ukholelwe KuBathathu Emnye?, Urhulumente Oya Kuzisa IParadisi, “Uyabona, Izinto Zonke Ndizenza Ntsha,” nethi Xa Umntu Omthandayo Esifa. NgoSeptemba: Ulwazi Olukhokelela Kubomi Obungunaphakade. Ngo-Oktobha: Iphephancwadi IMboniselo noVukani! Ukuba umninimzi unomdla, mnike incwadana enemifanekiso ethi Okufunwa NguThixo, uze uzame ngandlela zonke ukuqalisa isifundo seBhayibhile.

◼ Ukususela ngoSeptemba, umveleli wesiphaluka uza kunikela intetho yesidlangalala enomxholo othi, “Kutheni Umele Umoyike UThixo Oyinyaniso?”

◼ Amabandla afanele aqalise ukuodola isixa esaneleyo seefomu aza kuzisebenzisa kunyaka wenkonzo wama-2004 kunye neodolo yawo yoncwadi kaJulayi. Ezi fomu zilandelayo azifanele ziodolwe kuba zithunyelwa ebandleni nesixa seefomu zonyaka: Ingxelo Yebandla (S-1), iReport Card Envelopes (rce), Ifomu Yokuthunyelwa Kweminikelo (S-20), Ingxelo Yokuhlolwa Kwemali Yebandla (S-25), Iphepha Lengxelo Yemali (S-26), Ingxelo Yemali Yebandla Yenyanga (S-30). Ncedani nizisebenzise ngobunono ezi fomu. Zifanele zisetyenziselwe injongo yazo kuphela.

◼ NCEDA UPHAWULE: Kukho utshintsho kwezi ndibano zesithili zilandelayo:

Disemba 4-7:

EThekwini (isiNgesi, iNtetho Yezandla; isiBhulu asiyi kubakho)

EThekwini (isiZulu; indibano entsha)

◼ Abavakalisi nabo banomdla abantetho isisiZulu bakhuthazwa ukuba baye kwindibano yezizwe ngezizwe eza kuba seThekwini ekubeni kuza kubakho indawo eyaneleyo ngoxa iza kuba ncinane eRhawutini nasePitoli.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share