Ucwangciso Lweveki KaJanuwari 24
IVEKI EQALA NGOJANUWARI 24
Ingoma 53 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cf isahlu. 16 ¶15-20, ibhokisi ekwiphe. 171 (25 imiz)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Ezra 6-10 (10 imiz)
No. 1: Ezra 7:1-17 (4 imiz okanye ngaphantsi)
No. 2: Indlela UYesu Awakubonisa Ngayo Ukukufanelekela Kwakhe Ukulawula NjengoKumkani (5 imiz)
No. 3: Ngaba UYesu Kristu Ngokwenene UnguThixo?—rs iphe. 398 ¶2-3 (5 imiz)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
5 imiz: Izaziso. Chaza uncwadi oluza kuhanjiswa ngoFebruwari, kuze kwenziwe umboniso.
20 imiz: “Uncedo Ezintsatsheni.”—Icandelo 1. (Isiqendu 1-6 nebhokisi ekwiphepha 6.) Imibuzo neempendulo. Khuthaza abaphulaphuli bazame amanye amacebiso akwibhokisi ekwiphepha 6 xa besenza uNqulo Lwentsapho. Kwiveki elandelayo, xa sele lixutyushwe lonke eli nqaku, iintsapho ziya kunikwa ithuba lokuchaza indlela ezingenelwe ngayo.
10 imiz: Lungiselela Ukuhambisa Amaphephancwadi NgoFebruwari. Ingxubusho. Kangangomzuzu okanye emibini yithi gqaba-gqaba ngoko kuqulethwe ngala maphephancwadi. Emva koko khetha amanqaku amabini okanye amathathu, uze ucele abaphulaphuli ukuba bachaze imibuzo nezibhalo abacinga ukuzisebenzisa. Yenza umboniso wendlela anokuhanjiswa ngayo.
Ingoma 32 Nomthandazo