Ucwangciso Lweveki KaJanuwari 31
IVEKI EQALA NGOJANUWARI 31
Ingoma 99 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cf isahlu. 17 ¶1-9 (25 imiz)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Nehemiya 1-4 (10 imiz)
No. 1: Nehemiya 2:11-20 (4 imiz okanye ngaphantsi)
No. 2: Ngaba UYohane 1:1 Ungqina Ukuba UYesu UnguThixo?—rs iphe. 398 ¶5-iphe. 399 ¶2 (5 imiz)
No. 3: Indlela Esiwathobela Ngayo Amazwi KaYesu AkuMateyu 22:21 (5 imiz)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
5 imiz: Izaziso.
20 imiz: “Uncedo Ezintsatsheni.”—Icandelo 2. (Isiqendu 7-13) Imibuzo neempendulo. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngendlela iintsapho zabo ezizuze ngayo ngenxa yokusebenzisa amanye amacebiso akwiphepha 6.
10 imiz: “Qeqesha Abantwana Bakho Babe Ngabalungiseleli.” Imibuzo neempendulo. Cela abaphulaphuli bachaze iindlela ezingqalileyo abaye bancedwa ngazo ngabazali babo bakwazi ukuzibekela usukelo kubulungiseleli baza balufikelela.
Ingoma 88 Nomthandazo