IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 8/13 iphe. 1
  • Ucwangciso Lweveki KaAgasti 12

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaAgasti 12
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOAGASTI 12
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
km 8/13 iphe. 1

Ucwangciso Lweveki KaAgasti 12

IVEKI EQALA NGOAGASTI 12

Ingoma 112 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

jr isahl. 13 ¶1-7 (30 imiz.)

□ ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Roma 5-8 (10 imiz.)

No. 1: Roma 6:21–7:12 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Kutheni Le Nto AmaKristu Athile Ethatyathelwa Ezulwini Ukuze Abe NoKristu?—rs p. 386 ¶5-8 (5  imiz.)

No. 3: Isizathu Sokuba Ukubeka Izinto Zeli Hlabathi Kwindawo Yokuqala Kunezobuthixo Kukhokelela Kwintlekele—Mat. 6:33; 1 Tim. 6:10. (5 imiz.)

□ Intlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 37

10 imiz: “ILizwi LikaThixo Liyingenelo Ekufundiseni.” Imibuzo neempendulo. Chaza imihla yendibano yesiphaluka ukuba sele niyazi.

10 imiz: Indlela Ulwandlalo Olunokusinceda Ngayo Entsimini. Ingxubusho esekelwe kwincwadi yeSikolo SoBulungiseleli,  iphepha 167, isiqendu 1, ukusa kwiphepha 168, isiqendu 1. Usebenzisa impapasho eza kuhanjiswa kule nyanga, yenza umboniso womvakalisi othetha yedwa ezenzela ulwandlalo engqondweni ngaphambi kokuya entsimini.

10 imiz: Sifunda Ntoni? Ingxubusho. Funda IZenzo 8:26-31. Xubusha indlela le ngxelo enokusinceda ngayo entsimini.

Ingoma 61 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share