Ucwangciso Lweveki KaSeptemba 9
IVEKI EQALA NGOSEPTEMBA 9
Ingoma 62 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
jr isahl. 14 ¶1-7 (imiz. 30)
□ ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile:1 Korinte 10-16 (imiz. 10)
No. 1: 1 Korinte 14:7-25 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)
No. 2: Umntu Onesono ‘Angambongoza Njani UYehova’?—2 Kron. 33:12, 13; Isa. 55:6, 7 (imiz. 5)
No. 3: Kutheni Ingxelo EkuYohane 9:1, 2 Ingangqini Ukuvela Ngokutsha?—rs iphe. 364 ¶3–iphe. 365 ¶3 (imiz. 5)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
Imiz 10: Lutsha—Niza Kwenza Ntoni Ngobomi Benu?—Inxalenye 1. Intetho esekelwe kwisiqendu 1-9 kwiphecana elithi Lutsha—Niza Kwenza Ntoni Ngobomi Benu? Luncome ulutsha olufuna uBukumkani kuqala.
Imiz 10: Amava Okusebenzisa Incwadana Enemifanekiso Ethi Iindaba Ezilungileyo. Ingxubusho. Cela abaphulaphuli babalise amava amnandi abaye bawafumana ngokusebenzisa incwadana ethi Iindaba Ezilungileyo ukuze baqalise izifundo zeBhayibhile. Makwenziwe nomboniso wendlela le ncwadana enokusetyenziswa ngayo xa kubuyelwa kumntu obekhe wamnkela amaphephancwadi.—Funda uBulungiseleli Bethu Bobukumkani bukaMatshi 2013, iphepha 7.
Imiz 10: “Bathabatheni Njengomzekelo Abaprofeti—UAmosi.” Imibuzo neempendulo.
Ingoma 96 Nomthandazo