IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 9/13 iphe. 4
  • Ucwangciso Lweveki KaOktobha

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaOktobha
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGO-OKTOBHA 7
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
km 9/13 iphe. 4

Ucwangciso Lweveki KaOktobha

IVEKI EQALA NGO-OKTOBHA 7

Ingoma 92 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

jr isahl. 15 ¶1-6, ibhokisi ekwiphe. 184 (imiz. 30)

□ ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Efese1-6 (imiz. 10)

No. 1: Efese 4:1–16 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)

No. 2: Oko Kuthethwa Kukubeka Kuqala UBukumkani BukaThixo—Mat. 6:33 (imiz. 5)

No. 3: Ngaba Kuyinyaniso Ukuba Zonke Iinkonzo Zilungile?—rs iphe. 250 ¶2-4. (imiz. 5)

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 59

Imiz 10: Amacebiso Okuhambisa Amaphephancwadi Ngo-Oktobha. Ingxubusho. Kangangomzuzu omnye, chaza isizathu sokuba abantu kwintsimi yenu benokuba nomdla kula maphephancwadi. Emva koko, usebenzisa umxholo ongaphandle kwiMboniselo, cela abaphulaphuli bachaze umbuzo obangel’ umdla abanokuwubuza kunye nesibhalo abanokusifunda. Yenza okufanayo nangoVukani! yaye ukuba ixesha liyavuma, nangelinye inqaku elikula maphephancwadi. Bonisa indlela yokuhambisa ngalinye..

Imiz 10: Iimfuno zebandla.

Imiz 10: Abo Basebenza Nzima. (1 Tes. 5:12, 13) Yiba nodliwano-ndlebe nabadala ababini. Ziziphi izabelo abanazo ebandleni kuquka nezinye? Baziphumeza njani ezi zabelo ekubeni bekwanayo nemisebenzi yengqesho futhi benyamekela neentsapho zabo? Benza njani ukuze babeke umsebenzi wokushumayela kwindawo yokuqala? Baye baxhaswa njani ziintsapho zabo?

Ingoma 123 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share