Ucwangciso Lweveki KaOktobha 14
IVEKI EQALA NGO-OKTOBHA 14
Ingoma 32 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
jr isahl. 15 ¶7-12 (imiz. 30)
□ ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Filipi 1–Kolose 4 (imiz. 10)
No. 1: Filipi 3:17–4:9 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)
No. 2: Ngaba Kufanelekile Ngobani Ukushiya Unqulo Lwabazali Bakhe?—rs iphe. 250 ¶1-iphe. 251¶2 (imiz. 5)
No. 3: Umthandazo Unokusinceda Njani Ukuze Sixhathise Izilingo?—Luka 11:9-13; Yak. 1:5 (imiz. 5)
□ Intlanganiso Yenkonzo:
Imiz 15: Umanyano Lwethu Kumazwe Ngamazwe Luzukisa UYehova. Intetho esekelwe kwincwadi ethi Ulungelelwano, iphepha 165, isiqendu 2, ukusa kumxholwana okwiphepha 168. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngamava abawafunde kwiimpapasho zethu abonisa indlela umanyano nothando lwamaNgqina kaYehova oluye lwanikela ubungqina ngayo.
Imiz 15: “Kingdom News No. 38 Iza Kuhanjiswa NgoNovemba!” Imibuzo neempendulo. Nika umntu ngamnye okhoyo ikopi yeKingdom News No. 38. Cela umveleli wenkonzo achaze ngamalungiselelo aye enziwa ukuze kugutyungelwe intsimi. Usebenzisa intshumayelo ekwiphepha 4, yenza umboniso wendlela enokuhanjiswa ngayo iKingdom News.
Ingoma 53 Nomthandazo