Ucwangciso Lweveki KaOktobha 21
IVEKI EQALA NGO-OKTOBHA 21
Ingoma 33 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
jr isahl. 15 ¶13-20 (imiz. 30)
□ ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: 1 Tesalonika 1–2 Tesalonika 3 (imiz. 10)
No. 1: 1 Tesalonika 2:9-20 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)
No. 2: Yintoni Esinokuyifunda Kwizinto Ezintle Nezimbi Ezenziwa NguSolomon?—Roma. 15:4 (imiz. 5)
No. 3: Iyintoni Imbono YeBhayibhile Ngokuphathelele Uzwelonke (Ukunqula Ndawonye Kweenkonzo Ezahlukeneyo)?—rs iphe. 251 ¶3–iphe. 252 ¶3 (imiz. 5)
□ Intlanganiso Yenkonzo:
Imiz 15: Sifunda Ntoni? Ingxubusho. Makufundwe uMarko 1:40-42 noMarko 7:32-35 kunye noLuka 8:43-48. Makuhlalutywe ezi ngxelo ukuze kubonwe indlela ezinokusinceda ngayo entsimini.
Imiz 15: “Sebenzisa IWebhsayithi Yethu Ukuze Ufundise Abantwana Bakho.” Imibuzo neempendulo. Xa kuxutyushwa isiqendu 3, cacisa indlela yokufumana “Inkcazelo Eya Kubazali” uze wenze nomzekelo wemiyalelo elapho. Xa kuxutyushwa isiqendu 4, cela abaphulaphuli bagqabaze ngendlela iintsapho eziye zayisebenzisa ngayo iWebhusayithi yethu kunqulo lwazo lwentsapho.
Ingoma 88 Nomthandazo