Ucwangciso Lweveki KaFebruwari 10
IVEKI EQALA NGOFEBRUWARI 10
Ingoma 57 Nomthandazo
ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cl isahl. 2 ¶21-24, ibhokisi ekwiphe. 24 (imiz. 30)
ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Genesis 25-28 (imiz. 10)
Inte. 1: Genesis 25:19-34 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)
Inte. 2: Abo Bavuselwa Ukulawula NoKristu Baza Kuba Njengaye—rs iphe. 369 ¶5–iphe. 370 ¶2 (imiz. 5)
Inte. 3: Abhorrent Thing (Into Eyenyanyekayo)—Indlela UYehova Alujonga Ngayo Unqulo Zithixo Nokungathobeli— it-1 iphe. 17 kunye nophando ozenzele lona (imiz. 5)
Intlanganiso Yenkonzo:
Imiz 15: Sifunda Ntoni? Ingxubusho. Funda uYohane 4:6-26. Xubushani iindlela ezi vesi ezinokuba luncedo ngayo entsimini.
Imiz 15: “Ukuphucula Ubuchule Bethu Entsimini—Ukubhala Ingxelo Yabantu Abanomdla.” Ingxubusho. Xa ufika kumxholwana othi “Indlela Yokwenza Oku,” cela abaphulaphuli bagqabaze ngesizathu sokuba icebiso ngalinye liluncedo.
Ingoma 98 Nomthandazo