IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 2/14 iphe. 4
  • Izaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
km 2/14 iphe. 4

Izaziso

  • Uncwadi oluza kuhanjiswa ngoFebruwari: Hambisa incwadana enemifanekiso ethi Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo! okanye nayiphi na incwadana enemifanekiso ehanjiswayo entsimini eninayo ebandleni. NgoMatshi nangoAprili: IMboniselo noVukani! NgoMeyi nangoJuni: Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile? okanye elinye lala maphecana: Uyijonga Njani IBhayibhile? Ucinga Ntoni Ngekamva? Yintoni Enokwenza Intsapho Yakho Yonwabe? Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? okanye elithi Ngaba Ukubandezeleka Kuya Kuze Kuphele?

  • Intetho ekhethekileyo yexesha leSikhumbuzo sika-2014 inomxholo othi, “Kutheni UThixo Onothando Evumela Izinto Ezimbi?”

  • Xa beshumayela esitratweni bebeke itafile okanye inqwelwana, abavakalisi abafanele babeke iiBhayibhile. Kodwa banokuba nazo baze bazigcinele abantu abazicelayo nabanomdla enyanisweni.

  • Siyavuyiswa kukunazisa ukuba la mabandla mathandathu aye anikezela iiHolo zawo zoBukumkani ezintsha. EMpuma Koloni: elaseMidros. ERhawutini: elaseGlen Ridge nelaseRefilwe. ELesotho: elaseMokhethoaneng. EMpumalanga: elaseWolvekrans. ENtshona Koloni: elaseWallacedene.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share