IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 2/14 iphe. 4
  • Ucwangciso Lweveki KaMatshi 3

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaMatshi 3
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOMATSHI 3
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
km 2/14 iphe. 4

Ucwangciso Lweveki KaMatshi 3

IVEKI EQALA NGOMATSHI 3

Ingoma 112 Nomthandazo

ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

cl isahl. 3 ¶19-21, ibhokisi ekwiphe. 34 (imiz. 30)

ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Genesis 36-39 (imiz. 10)

Inte. 1: Genesis 37:1-17 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)

Inte. 2: Isizathu Sokuba Abantu Abavusiweyo Bengayi Kugwetywa Ngezono Zabo Zangaphambili—rs iphe. 372 ¶2 (imiz. 5)

Inte. 3: UAbhigali —Bonisa Iimpawu Ezizukisa UYehova— it-1 iphe. 20-21, Abigail No. 1 kunye nophando ozenzele lona (imiz. 5)

Intlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 117

Imiz. 10: Amacebiso Okuhambisa Iimagazini NgoMatshi. Ingxubusho. Qala ngokwenza umboniso wendlela ezinokuhanjiswa ngayo ezi magazini kusetyenziswa iintshayelelo ezikweli phepha. Emva koko hlalutya intshayelelo nganye ukususela ekuqaleni ukuya ekugqibeleni. Qukumbela ngokucela amacebiso ngendlela ezi magazini ezinokuhanjiswa ngayo kunye nesimemo seSikhumbuzo kwiimpela-veki ezimbini zokugqibela zenyanga.

Imiz. 10: Iimfuno zebandla.

Imiz. 10: Sifeze Ntoni? Ingxubusho. Cela abavakalisi babalise ngendlela abaye bangenelwa ngayo ngokusebenzisa amacebiso asuka kwinqaku elithi, “Ukuphucula Ubuchule Bethu Entsimini—Ukubhala Ingxelo Yabantu Abanomdla.” Cela abaphulaphuli babalise amava amnandi.

Ingoma 95 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share