IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 3/14 iphe. 1
  • Ucwangciso Lweveki KaMatshi 10

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaMatshi 10
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOMATSHI 10
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
km 3/14 iphe. 1

Ucwangciso Lweveki KaMatshi 10

IVEKI EQALA NGOMATSHI 10

Ingoma 1 Nomthandazo

ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

cl isahl. 4 ¶1-9 (imiz. 30)

ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Genesis 40-42 (imiz. 10)

Inte.  1: Genesis 41:1-16 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)

Inte. 2: Abafileyo Abaseleyo Babuyela Njani Ebomini Apha Emhlabeni?—rs iphe. 372 ¶3–iphe. 373 ¶2 (imiz. 5)

Inte. 3: UAbhihu—Ukuba Negunya Akuthethi Kuthi Ufanele Ungathobeli—it-1 iphe. 22 kunye nophando ozenzele lona (imiz. 5)

Intlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 88

Imiz. 15: Unqulo Lwentsapho Oluhlaziyayo. Dlan’ indlebe nentsapho ethile ngonqulo lwayo lwentsapho. Idla ngokwenza ntoni kunqulo lwentsapho? Iyigqiba njani into eza kuthetha ngayo kwixa elizayo? Ziziphi izinto ezikwi-jw.org eye yazisebenzisa? Unqulo lwentsapho luyincede njani entsimini? Iziphepha njani izinto eziphazamisa unqulo lwentsapho? Iye yancedwa njani lunqulo lwentsapho?

Imiz. 15: “Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukuphendula Amazwi Anokuthintela Incoko.” Ingxubusho. Thetha ngezinto ezimbini okanye ezintathu ezithintela incoko abanokudibana nazo abavakalisi, uze ubacele bagqabaze ngendlela abanokuphendula ngayo. Bakhumbuze ukuba kwiveki ka-Aprili 7, baza kucelwa babalise amava.

Ingoma 97 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share