IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Januwari iphe. 3
  • Izinto Esizifunda KwiNtshumayelo KaYesu YaseNtabeni

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izinto Esizifunda KwiNtshumayelo KaYesu YaseNtabeni
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
  • Amanqaku Afanayo
  • “Bonwabile abo baqondayo ukuba bayamdinga uThixo.”—Mateyu 5:3.
    “Bonwabile abo baqondayo ukuba bayamdinga uThixo.”—Mateyu 5:3.
  • Bafumana Ukutya Xa Kwakukho Indlala
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
  • “Silithanda Kakhulu IJelo Losasazo LamaNgqina”
    Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016
  • Ngaba Uyaqhubeka Umkhonza UYehova?
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Januwari iphe. 3
Abantu abangqibayo

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | MATEYU 4–5

Izinto Esizifunda KwiNtshumayelo KaYesu YaseNtabeni

5:3

Ngaba uyafunda ngoThixo?

Inkwenkwe eyonwabileyo

Ibinzana elithi, “abo bayiphapheleyo intswelo yabo yokomoya” ngokoqobo lithetha ukuba abo bafuna ukufunda ngoThixo. (Mat 5:3) Sinokubonisa ukuba sikufuna nyhani ukufunda ngoThixo ngokuthi . . . 

  • sifunde iBhayibhile yonke imihla

  • sizilungiselele iintlanganiso size sibekho kuzo

  • sifunde iincwadi zethu ezithetha ngeBhayibhile nezinto ezikwiwebhsayithi yethu

  • siyibukele nyanga nganye iJW Broadcasting

Ndinokwenza njani ukuze ndifunde ngakumbi ngoThixo?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share