IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Januwari iphe. 3
  • Januwari 8-14

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Januwari 8-14
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Januwari iphe. 3

Januwari 8-14

MATEYU 4–5

  • Ingoma 93 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “Izinto Esizifunda KwiNtshumayelo KaYesu YaseNtabeni”: (imiz. 10)

    • Mat 5:3—Ukufunda ngoThixo kubangela umntu onwabe (ingcaciso)

    • Mat 5:7—Ukuba nenceba novelwano kubangela umntu onwabe (ingcaciso)

    • Mat 5:9—Ukubaxolela abanye abantu kubangela umntu onwabe (ingcaciso; w07 12/1 17)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mat 4:9—USathana wazama ukuhenda uYesu ukuba enze ntoni? (ingcaciso)

    • Mat 4:23—Yiyiphi imisebenzi emibini eyenziwa nguYesu? (ingcaciso)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 5:31-48

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Jonga iphepha lokuqala.

  • Xa Ubuyela Okokuqala (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w16.03 iphe. 31-32—Umxholo: Xa USathana Wayelinga UYesu, Ngaba Wamthabatha Wamsa Ngokoqobo Etempileni?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 77

  • Banoyolo Abo Baye Batshutshiswa Ngenxa Yobulungisa: (imiz. 9) Dlala ividiyo ethi, AbakwaNamgung: Babanjelwe Ukholo Lwabo, emva koko nithethe ngezinto enizifundileyo

  • “Xolelana Nomzalwana Wakho Kuqala—Njani?” (imiz. 6) Ingxubusho. Chaza ukuba kutheni izizivakalisi zesithathu kuphela ezichanileyo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 2 isiqe. 12-21 nebhokisi yempinda ethi “Ubuya Kuthini Xa Uphendula?”a. Sisenokukhetha ukuyifunda okanye singayifundi ibhokisi nesihlomelo.

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 130 Nomthandazo

a Incwadi: “Zigcineni Kuthando LukaThixo”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share