Iziqulatho
Juni 15, 2015
© 2015 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
UHLELO LOKUFUNDISA
JULAYI 27, 2015–AGASTI 2, 2015
IPHEPHA 3 • IINGOMA: 14, 109
AGASTI 3-9, 2015
IPHEPHA 9 • IINGOMA: 84, 99
AGASTI 10-16, 2015
IPHEPHA 14 • IINGOMA: 83, 57
AGASTI 17-23, 2015
Phila Ngokuhambisana Nomthandazo Ongumzekelo—Inxalenye 1
IPHEPHA 22 • IINGOMA: 138 UYehova Ligama Lakho (ingoma entsha), 89
AGASTI 24-30, 2015
Phila Ngokuhambisana Nomthandazo Ongumzekelo—Inxalenye 2
IPHEPHA 27 • IINGOMA: 22, 68
AMANQAKU AZA KUFUNDWA
▪ UKristu—Amandla KaThixo
▪ Wayebathanda Abantu
La manqaku athetha ngemimangaliso kaYesu asifundisa ukupha nokunceda abanye. Athetha nangezinye iimpawu zikaYesu ezintle. Kula manqaku sikwafumana nethemba lexesha elizayo laxa siza kubona kusenziwa imimangaliso emhlabeni wonke.
▪ Sinako Ukuhlala Sinyulu
Siphila kwihlabathi elingcolileyo, ngoko ke kunokuba nzima ukuhlala sinyulu nokwenza oko uYehova akuthandayo. Eli nqaku lisibonisa ukuba singakwazi ukulwa iminqweno emibi ngokuthi sisondele kuYehova, simamele isiluleko esiseLizwini lakhe nangokufumana uncedo kumaKristu aqolileyo.
▪ Phila Ngokuhambisana Nomthandazo Ongumzekelo—Inxalenye 1
▪ Phila Ngokuhambisana Nomthandazo Ongumzekelo—Inxalenye 2
Asisoloko siphindaphindana namazwi akumthandazo kaYesu ongumzekelo xa sithandaza, kodwa sinokufunda izifundo ezibalulekileyo kuwo. La manqaku abonisa indlela esinokuphila ngayo ngokuvisisana nalo mthandazo ongumzekelo.
KWAKULE MBONISELO
KWIPHEPHA LOKUQALA: Amanye amaNgqina akhwela izikhephe ukuya kushumayela kwiziqithi zeBocas del Toro Archipelago kufutshane nonxweme olukumntla-ntshona wePanama. Kwabanye babo bantu, ashumayela ngesiNgabere
EPANAMA
ABEMI
3 931 000
ABAVAKALISI
16 217
OOVULINDLELA ABATHE NGXI
2 534
EPanama kukho amabandla ayi-309 noovulindlela abakhethekileyo abangaphezu kwe-180. Kukho abavakalisi abamalunga ne-1 100 abathetha isiNgabere kumabandla ayi-35 namaqela ayi-15. Phantse babe yi-600 abavakalisi abakumabandla ayi-16 namaqela ayi-6 asebenzisa Intetho Yezandla YasePanama