Iziqulatho
March 8, 2001
Yintoni Esifanele Siyifunde Kwimbali?
Ngaba ngokwenene ifanele ifundwe imbali? Singafunda ntoni kuyo? Ngaba imbali yeBhayibhile ibalulekile namhlanje?
3 Imbali—Ngaba Sifanele Siyithembe?
4 Sinokufunda Ntoni Kwiziganeko Zembali?
8 Imbali YeBhayibhile—Ngaba Inokuthenjwa?
16 Imikrolo Ehambayo YaseNamibia
22 Ngaba Uyayifuna I-inshorensi?
26 I-inshorensi Efunwa Ngumntu Wonke
29 “Ziwakhande Amakrele Azo Abe Ngamakhuba”—Nini?
32 Wachukunyiswa Bubungqina Babo Obubambekayo
Amanani Awothusayo KaGawulayo! 14
Abantu abangaphezu kwezigidi ezingama-34 baneHIV. Zintoni eziye zayibangela yasasazeka?
Ukulwisana Nesifo Esandishiya Ndingumlwelwe 30
Funda ngokulwisana kukaTanya nesifo esibuhlungu esichaphazela izigidi zamabhinqa.
[Inkcazelo Ngemifanekiso ekwiphepha 2]
Center picture on cover: Franklin D. Roosevelt Library
Photo: Brett Eloff