Indibano Yesiphaluka YamaNgqina KaYehova
Ucwangciso 2016-2017
Umxholo: Qhubeka Umthanda UYehova!—Mat. 22:37.
Kusasa
- 9:40 Umculo 
- 9:50 Ingoma 50 Nomthandazo 
- 10:00 Khumbula Owona Mthetho Mkhulu 
- 10:15 Thanda UThixo, Kungekhona Ihlabathi 
- 10:30 Fundisa Abanye Ukuba “Bathande Igama LikaYehova” 
- 10:55 Ingoma 112 Nezaziso 
- 11:05 “Lowo Umthandayo UThixo Ufanele Amthande Nomzalwana Wakhe” 
- 11:35 Uzahlulelo NoBhaptizo 
- 12:05 Ingoma 34 
Emva Kwemini
- 1:20 Umculo 
- 1:30 73 
- 1:35 Amava 
- 1:45 Ushwankathelo LweMboniselo 
- 2:15 Bazali—Fundisani Abantwana Benu Ukuthanda UYehova 
- 2:30 Lutsha—Bonisani Ukuba UYehova Ngoyena Mhlobo Wenu 
- 2:45 Ingoma 106 Nezaziso 
- 2:55 Ungalulahli “Uthando Owawunalo Kuqala” 
- 3:55 Ingoma 3 Nomthandazo