Ngena Ekuphumleni KukaThixo!
Kusasa
- 9:40 Umculo 
- 9:50 Ingoma 87 Nomthandazo 
- 10:00 Sinokungena Njani Ekuphumleni KukaThixo? 
- 10:15 Kutshiwo Njani Ukuba “ILizwi LikaThixo Liphilile”? 
- 10:30 Qhubeka Ujonge KuYehova Ukuba Akukhokele 
- 10:55 Ingoma 89 Nezaziso 
- 11:05 UYehova Uyabasikelela Abantu Abathobelayo 
- 11:35 Intetho Yobhaptizo 
- 12:05 Ingoma 32 
Emva Kwemini
- 1:20 Umculo 
- 1:30 Ingoma 49 
- 1:35 Amava 
- 1:45 Ushwankathelo LweMboniselo 
- 2:15 Ungcelele: Bavuyisa Intliziyo KaYehova! - • Abantu Abasebatsha 
- • Oodade 
- • Abantu Abadala 
 
- 3:00 Ingoma 38 Nezaziso 
- 3:10 Vuyiswa Ngumsebenzi Owenzela UYehova 
- 3:55 Ingoma 118 Nomthandazo