Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo:
- Yintoni eyenza uthando lubaluleke ngaphezu kolwazi? (1 Kor. 8:1) 
- Singabakhuthaza njani abazalwana noodade njengabakhonzi bakaThixo bakudala? (Roma 13:8) 
- Singabonisa njani ukuba siyabathanda abantu esishumayela kubo? (1 Tes. 2:7, 8) 
- Singenza ntoni ukuze likhule ibandla? (Efe. 4:1-3, 11-16; 1 Tes. 5:11) 
- Singazenza njani zonke izinto kuba siqhutywa luthando? (1 Kor. 16:14) 
© 2019 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania