Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo:
- 1. Sinokubonisa njani ukuba siyayixabisa indawo yethu entsatsheni kaYehova? (Efe. 4:3) 
- 2. Singabenza njani abanye bazive bamkelekile, futhi kutheni kufuneka siyenze loo nto? (Roma 15:7) 
- 3. Singenza njani ukuze sincede abantu abaninzi kangangoko babe kwintsapho kaYehova? (Efe. 2:17; 6:15) 
- 4. Singenza njani ukuze kubekho uxolo? (Efe. 4:29; 5:1, 2; 6:13) 
- 5. Singenza njani ukuze siyithande kakhulu intsapho yethu engabazalwana noodade? (Efe. 1:15, 16) 
© 2022 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
CA-copgm23-XO