NgoMgqibelo
“Qhayisani ngegama lakhe elingcwele. Mazivuye iintliziyo zabo bafuna uYehova”—INdumiso 105:3
KUSASA
- 9:20 Ividiyo Yomculo 
- 9:30 Ingoma 53 Nomthandazo 
- 9:40 UNGCELELE: Vuyiswa Kukwenza Abafundi —Phucula Indlela Ofundisa Ngayo - • Buza Imibuzo (Yakobi 1:19) 
- • Nceda Abantu Babone Ukuba ILizwi LikaThixo Linamandla (Hebhere 4:12) 
- • Yenza Imizekelo Ukuze Ucacise Izinto Ezibalulekileyo (Mateyu 13:34, 35) 
- • Yiba Nehlombe Xa Ufundisa (Roma 12:11) 
- • Zicingele Izifundo Zakho (1 Tesalonika 2:7, 8) 
- • Fikelela Intliziyo (IMizekeliso 3:1) 
 
- 10:50 Ingoma 58 Nezaziso 
- 11:00 UNGCELELE: Vuyiswa Kukwenza Abafundi—Mvumele UYehova Akuncede - • Izixhobo Zokuphanda (1 Korinte 3:9; 2 Timoti 3:16, 17) 
- • Abazalwana Bethu (Roma 16:3, 4; 1 Petros 5:9) 
- • Umthandazo (INdumiso 127:1) 
 
- 11:45 UBHAPTIZO: Ukubhaptizwa Kwakho Kungakuvuyisa Kakhulu—Njani? (IMizekeliso 11:24; ISityhilelo 4:11) 
- 12:15 Ingoma 79 Nekhefu 
EMVA KWEMINI
- 1:35 Ividiyo Yomculo 
- 1:45 Ingoma 76 
- 1:50 Indlela Abazalwana Bethu Abavuyiswa Ngayo Kukwenza Abafundi . . . - • EAfrika 
- • EAsia 
- • EYurophu 
- • KuMntla Merika 
- • EOceania 
- • KuMzantsi Merika 
 
- 2:35 UNGCELELE: Nceda Abantu Obafundelayo . . . - • Baqinise Ukholo Lwabo (Mateyu 5:3; Yohane 13:17) 
- • Baye Kwiintlanganiso (INdumiso 65:4) 
- • Bangabi Nabahlobo Abangamkhonziyo UYehova (IMizekeliso 13:20) 
- • Bayeke Ukwenza Izinto Ezingafunwayo NguYehova (Efese 4:22-24) 
- • Babe Ngabahlobo BakaYehova (1 Yohane 4:8, 19) 
 
- 3:30 Ingoma 110 Nezaziso 
- 3:40 IDRAMA YEBHAYIBHILE: UNehemiya: “Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”—Isiqendu I (Nehemiya 1:1–6:19) 
- 4:15 Ukwenza Abafundi Ngoku Kuza Kusinceda Senze Abafundi Kwihlabathi Elitsha (Isaya 11:9; IZenzo 24:15) 
- 4:50 Ingoma 140 Nomthandazo