“Ziphatheni Ngendlela Ezifaneleyo Iindaba Ezilungileyo”
Kusasa
- 9:40 Umculo 
- 9:50 Ingoma 35 Nomthandazo 
- 10:00 Zikutshintsha Njani Iindaba Ezilungileyo? 
- 10:15 Ungcelele: Indlela Ezabanceda Ngayo Iindaba Ezilungileyo - • UStefano 
- • UFilipu 
- • UAkwila NoPrisila 
- • UTito 
 
- 11:05 Ingoma 76 Nezaziso 
- 11:15 Qhubekani Nisenza “Izinto Ezibonisa Ukuba Nizinikele KuThixo” 
- 11:35 Intetho Yobhaptizo: Qhubeka ‘Uzithobela Iindaba Ezilungileyo’ 
- 12:05 Ingoma 37 
Emva Kwemini
- 1:20 Umculo 
- 1:30 Ingoma 56 Nomthandazo 
- 1:35 Intetho Yesidlangalala: Kutheni Ukholelwa Le Nto Uyikholelwayo? 
- 2:05 Ushwankathelo LweMboniselo 
- 2:35 Ingoma 24 Nezaziso 
- 2:45 Ungcelele: “Sibonisa . . . Ukuba Singabakhonzi BakaThixo” - • Ngokunyamezela 
- • Ngokuba Nobubele 
- • Ngokuba Nenyani 
 
- 3:30 Uqeqeshwa Njani? 
- 4:00 Ingoma 29 Nomthandazo