IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 2/13 iphe. 3
  • Ngaba Ukhawuleza Uphume?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngaba Ukhawuleza Uphume?
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
  • Amanqaku Afanayo
  • Ukunikela Ubungqina Esitratweni Ngendlela Ephumelelayo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Shumayela Iindaba Ezilungileyo Kuzo Zonke Iindawo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1996
  • Lisebenzise Kakuhle Ixesha Lakho Entsimini
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2015
  • Iindlela Ezintsha Zokushumayela
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
km 2/13 iphe. 3

Ngaba Ukhawuleza Uphume?

Abanye abavakalisi badla ngokubeka ixesha abaza kutshayisa ngalo xa besentsimini, ngokuqhelekileyo emva kwemini. Kakade ke, ngenxa yeemeko abanye kuye kunyanzeleke ukuba batshayise ngexesha elithile. Kodwa ngaba utshayisa kuba nje abanye ohamba nabo bephuma okanye lisiko lenu ukutshayisa ngexesha elithile? Ngaba unokwandisa ixesha olichitha entsimini ngokwenza umsebenzi wamaphephancwadi nasesitratweni? Ngaba akunakwenza ibuyelo elinye okanye amabini kwindlela egodukayo? Khawucinge ngendlela oya kuvuya ngayo xa ubuyela kumntu onomdla okanye xa uhambisa iphephancwadi elinye okanye aliqela kwabo udibana nabo endleleni! Ukuba asikhawulezi siphume, siya kwandisa ‘umbingelelo wethu wendumiso.’—Heb. 13:15.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share