IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb17 Aprili iphe. 2
  • Bamkele Ngobubele

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Bamkele Ngobubele
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
  • Amanqaku Afanayo
  • Benze Bazive Bamkelekile ESikhumbuzweni
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1994
  • Kuza Kunikelwa Ubungqina Obunamandla
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Ukunceda Bonke Ababonakalise Umdla
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1993
  • Zamkele Iindwendwe Zethu
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
mwb17 Aprili iphe. 2

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Bamkele Ngobubele

Ngoobani abo? Nabani na oze kwiintlanganiso zamaKristu enoba uyaqala ukuza okanye ngabahlobo owabagqibela kudala. (Rom 15:7; Heb 13:2) Isenokuba ngumzalwana otyeleleyo osuka kwelinye ilizwe okanye umKristu opholileyo oneminyaka emininzi engasezi kwiintlanganiso. Khawucinge ngendlela ubuya kuvakalelwa ngayo ukuba ibinguwe. Ubungenakuthanda ukuba ubuliswe ngobubele? (Mat 7:12) Ngenxa yoko kungakuhle ukuba ungenza umgudu wokubulisa abanye kwiHolo yoBukumkani ngaphambi okanye emva kweentlanganiso. Oku kubangela ukuba kufudumale ebandleni ibe kuzukisa uYehova. (Mat 5:16) Kakade ke, ayinakufane yenzeke into yokuba sithethe nabantu bonke. Sekunjalo, wonke umntu uza kuziva amkelekile ukuba sonke sinento esiyenzayo.a

Asizibuki ngezihlandlo ezikhethekileyo kuphela iindwendwe njengaxa kukho iSikhumbuzo kodwa ngalo lonke ixesha. Xa abantu abaqalayo ukuza bebona indlela abathandwa ngayo kwibandla lamaKristu, oko kunokubangela ukuba bamzukise uThixo baze bafune ukukhonza nathi kunqulo olunyulu.—Yoh 13:35.

a IBhayibhile ithi masinganxulumani nabantu abasusiweyo kubudlelane okanye abazahluleyo abasenokuza kwiintlanganiso.—1Ko 5:11; 2Yo 10.

Umzalwana wamkela abantu abaqalayo ukuza kwiHolo YoBukumkani

IZINTO ESINOKUZENZA UKUNCEDA UMNTU OQALAYO UKUZA

  • Zazise kuye uze ubuze igama lakhe

  • Mcele ukuba ahlale ecaleni kwakho

  • Mbonise iBhayibhile neculo

  • Emva kwentlanganiso zenze ufumaneke ukuze uphendule imibuzo asenokuba unayo

  • Cela ukumfundela iBhayibhile

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share