UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 1 PETROS 3-5
“Isiphelo Sezinto Zonke Sisondele”
Kungekudala kuza kubakho imbandezelo ekungazange kwabakho enjengayo emhlabeni. Singahlala njani somelele elukholweni ngoku nakwixesha elizayo?
- Thandaza ungayeki, umcenge uYehova uze umbulele 
- Bathande kakhulu abazalwana noodade uze uqinise ubuhlobo bakho kunye nabo 
- Bameme abazalwana bakho 
KHAWUZIBUZE, ‘Zeziphi iindlela endinokubonisa ngazo ukuba ndibathanda nyhani abazalwana noodade nabakwamanye amazwe?’