IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb20 Disemba iphe. 5
  • Kufuneka Sicoceke Xa Sikhonza UYehova

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Kufuneka Sicoceke Xa Sikhonza UYehova
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
  • Amanqaku Afanayo
  • Ukuhlanjululwa Ukuze Senze Imisebenzi Emihle
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2002
  • UThixo Uthanda Abantu Abacocekileyo
    “Zigcineni Kuthando LukaThixo”
  • Ngaba Uhlala Ucocekile Kuzo Zonke Iinkalo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1987
  • Abakhonzi BakaThixo Bamele Bacoceke
    Yintoni UThixo Ayifunayo Kuthi?
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
mwb20 Disemba iphe. 5

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | LEVITIKUS 14-15

Kufuneka Sicoceke Xa Sikhonza UYehova

15:13-15, 28-31

Ukuze sihlale sithandwa nguYehova, kufuneka sicoceke ngaphakathi nangaphandle. Le nto ithetha ukuba kufuneka sithobele uYehova xa esithi masihlale sicocekile, siziphathe kakuhle size simkhonze ngendlela ayifunayo, kungakhathaliseki ukuba ihlabathi lenza ntoni. Asenzi nantoni na athi uTata wethu wasezulwini ayicocekanga.

Imifanekiso: Imifanekiso ebonisa ukungcola obukweli hlabathi. 1. Umfundisi uthandazela amajoni. 2. Umfundisi utshatisa amadoda amabini. 3. Umfanekiso onabantu abenza ikrisimesi nomthi wayo kwindawo eneevenkile.

Kundinceda njani ukungaphili ngendlela yeli hlabathi libi?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share