-
Nehemiya 6:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Emva koko, ndaya kuShemaya unyana kaDelaya unyana kaMehetabheli owayezivalele endlini yakhe. Wathi kum: “Masibeke ixesha lokudibana endlini yoThixo wokwenene, ngaphakathi etempileni, emva koko sivale iingcango, kuba baza kukubulala. Baza kukufikela ngobusuku bakubulale.”
-