-
Nehemiya 6:10INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
10 Mna ndangena endlwini kaShemaya unyana kaDelaya unyana kaMehetabheli ngoxa wayevalelwe.+ Kwaye wathi: “Masenze idinga+ lokuhlangana endlwini yoTHIXO oyinyaniso, ngaphakathi etempileni;+ size sizivale iingcango zetempile; kuba bangenela ukuza kukubulala, kwanasebusuku+ bangenela ukuza kukubulala.”
-