INdumiso 66:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Walujika ulwandle lwaba ngumhlaba owomileyo;+Bawuwela ngeenyawo umlambo.+ Zasivuyisa izinto awazenzayo.+
6 Walujika ulwandle lwaba ngumhlaba owomileyo;+Bawuwela ngeenyawo umlambo.+ Zasivuyisa izinto awazenzayo.+