Yeremiya 36:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Emva koko, uBharuki wafunda amazwi kaYeremiya ngokuvakalayo kumsongo* endlini kaYehova, kwigumbi* likaGemariya+ unyana kaShafan+ umkhupheli,* kwiyadi ephezulu, egeyithini entsha yendlu kaYehova,+ bonke abantu besiva. Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 36:10 IMboniselo,8/15/2006, iphe. 16-17
10 Emva koko, uBharuki wafunda amazwi kaYeremiya ngokuvakalayo kumsongo* endlini kaYehova, kwigumbi* likaGemariya+ unyana kaShafan+ umkhupheli,* kwiyadi ephezulu, egeyithini entsha yendlu kaYehova,+ bonke abantu besiva.