-
Yeremiya 40:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Onke amaYuda awayekwaMowabhi, kwa-Amoni nakwaEdom nalawo ayekuwo onke amanye amazwe, eva ukuba ukumkani waseBhabhiloni uyeke abantu abambalwa bashiyeka kwaYuda nokuba ubeke uGedaliya unyana ka-Ahikam unyana kaShafan ukuba abalawule.
-