Yeremiya 40:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nawo onke amaYuda awayekwaMowabhi naphakathi koonyana baka-Amoni nakwaEdom nalawo ayekwamanye amazwe,+ eva ukuba ukumkani waseBhabhiloni umnike intsalela uYuda nokuba phezu kwayo umisele uGedaliya+ unyana ka-Ahikam unyana kaShafan.
11 Nawo onke amaYuda awayekwaMowabhi naphakathi koonyana baka-Amoni nakwaEdom nalawo ayekwamanye amazwe,+ eva ukuba ukumkani waseBhabhiloni umnike intsalela uYuda nokuba phezu kwayo umisele uGedaliya+ unyana ka-Ahikam unyana kaShafan.