Nehemiya 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 EYerusalem kwakuhlala abanye boonyana bakaYuda nabanye oonyana bakaBhenjamin.+ Koonyana bakaYuda yayinguAtaya unyana kaUziya unyana kaZekariya unyana ka-Amariya unyana kaShefatiya unyana kaMahalaleli wakoonyana bakaPeretse;+
4 EYerusalem kwakuhlala abanye boonyana bakaYuda nabanye oonyana bakaBhenjamin.+ Koonyana bakaYuda yayinguAtaya unyana kaUziya unyana kaZekariya unyana ka-Amariya unyana kaShefatiya unyana kaMahalaleli wakoonyana bakaPeretse;+