Yeremiya 40:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 waza wakuphumeza oko uYehova kanye njengoko wayethethile, ngenxa yokuba nina nonile kuYehova, analithobela ilizwi lakhe. Yabakho ke le nto kuni.+
3 waza wakuphumeza oko uYehova kanye njengoko wayethethile, ngenxa yokuba nina nonile kuYehova, analithobela ilizwi lakhe. Yabakho ke le nto kuni.+