Yeremiya 40:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa uGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ wathi kuYohanan unyana kaKareya: “Musa ukuyenza le nto, kuba bubuxoki obu ubuthethayo ngokuphathelele uIshmayeli.”+
16 Kodwa uGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ wathi kuYohanan unyana kaKareya: “Musa ukuyenza le nto, kuba bubuxoki obu ubuthethayo ngokuphathelele uIshmayeli.”+