Yeremiya 41:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yena ke uIshmayeli unyana kaNetaniya, wasinda+ namadoda asibhozo phambi koYohanan, waya koonyana baka-Amoni.
15 Yena ke uIshmayeli unyana kaNetaniya, wasinda+ namadoda asibhozo phambi koYohanan, waya koonyana baka-Amoni.