IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb16 Oktobha iphe. 6
  • Hlala Ngoxolo Nabanye

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Hlala Ngoxolo Nabanye
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
  • Amanqaku Afanayo
  • ‘Funa Uxolo Uluphuthume’
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1991
  • Sukela Uxolo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
  • Indlela Onokulufumana Ngokupheleleyo Ngayo Uxolo Lobuthixo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1987
  • ‘Sukela Izinto Ezisingisa Eluxolweni’
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2008
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
mwb16 Oktobha iphe. 6

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | IMIZEKELISO 17-21

Hlala Ngoxolo Nabanye

Udade uyathandaza, emva koko ucombulula ingxaki anayo nomnye udade baze baphinde bavisisane

Uxolo olukhoyo phakathi kwabantu bakaYehova aluzenzekeli. Xa kukho ukungavisisani, kulula ukuba nomsindo nokucaphuka, kodwa iLizwi likaThixo linamandla kunezo mvakalelo.

Xa kukho ingxaki, umKristu othembekileyo udala uxolo . . .

19:11

  • ngokuzola xa ecatshukiswa

18:13, 17

  • ngokuqiniseka ukuba uzazi zonke iinkcukacha

17:9

  • ngokumxolela ngentliziyo yakhe yonke umntu omonileyo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share