IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb16 Oktobha iphe. 6
  • Oktobha 24-30

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Oktobha 24-30
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
mwb16 Oktobha iphe. 6

Oktobha 24-30

IMIZEKELISO 17-21

  • Ingoma 76 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “Hlala Ngoxolo Nabanye”: (imiz. 10)

    • IMi 19:11—Zola xa ucatshukiswa (w14 12/1 12-13)

    • IMi 18:13, 17; 21:13—Qiniseka ukuba uzazi zonke iinkcukacha (w11 8/15 30 ¶11-14)

    • IMi 17:9—Mxolele ngentliziyo yakho yonke umntu okonileyo (w11 8/15 31 ¶17)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IMi 17:5—Siyintoni isizathu sokuba siyikhethe ngobulumko indlela esizonwabisa ngayo? (w10 11/15 6 ¶17; w10 11/15 31 ¶15)

    • IMi 20:25—Lo mgaqo usebenza njani kubantu abathandanayo nabatshatileyo? (w09 5/15 15-16 ¶12-13)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 18:14–19:10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Mnike isimemo seentlanganiso. (inv)

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) inv—Gqibezela ngokumdlalela ividiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani?

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 57 ¶14-15—Nceda umfundi abone isizathu sokuba aphucule indlela anxiba nazilungisa ngayo xa esiya ezintlanganisweni.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 77

  • Ukudala Uxolo Kuzisa Iintsikelelo: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ukudala Uxolo Kuzisa Iintsikelelo. Emva koko buza le mibuzo: Ziintoni esimele singazenzi xa kukho izinto eziphazamisa uxolo? Ziziphi iintsikelelo esizifumanayo xa sisenza oko kukwiMizekeliso 17:9 nakuMateyu 5:23, 24?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 2 ¶35-40 nebhokisi ethi, “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?” nesicangca esithi, “UBukumkani BukaThixo—Urhulumente Wokwenene” nesithi “Ukulungiselelwa Ukuzalwa KoBukumkani”

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 144 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share