Roma 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—. 2 Korinte 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa ndiyoyika ukuba ngandlel’ ithile, njengoko inyoka yamlukuhlayo uEva+ ngobuqhokolo bayo, iingqondo zenu zisenokonakaliswa+ zisuke ekunyanisekeni nakubunyulu obufanele uKRISTU.+ 1 Timoti 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kanjalo, akukhohliswanga Adam,+ kodwa ngumfazi owakhohliswa ngokupheleleyo+ waza wanxaxha.+
12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.
3 Kodwa ndiyoyika ukuba ngandlel’ ithile, njengoko inyoka yamlukuhlayo uEva+ ngobuqhokolo bayo, iingqondo zenu zisenokonakaliswa+ zisuke ekunyanisekeni nakubunyulu obufanele uKRISTU.+