Genesis 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 njengoko ndimele ndikufungise ngoYehova,+ uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba akuyi kumthabathela umfazi unyana wam ezintombini zamaKanan endihleli phakathi kwawo,+ Genesis 27:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Emva koko uRebheka wahlala esithi kuIsake: “Ndiyabenyanya ubomi bam ngenxa yezi ntombi zakwaHeti.+ Ukuba kwiintombi zeli lizwe, uYakobi uthe wathabatha umfazi ezintombini zakwaHeti, njengazo ezi, bungaba salunga ngantoni na ubomi kum?”+
3 njengoko ndimele ndikufungise ngoYehova,+ uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba akuyi kumthabathela umfazi unyana wam ezintombini zamaKanan endihleli phakathi kwawo,+
46 Emva koko uRebheka wahlala esithi kuIsake: “Ndiyabenyanya ubomi bam ngenxa yezi ntombi zakwaHeti.+ Ukuba kwiintombi zeli lizwe, uYakobi uthe wathabatha umfazi ezintombini zakwaHeti, njengazo ezi, bungaba salunga ngantoni na ubomi kum?”+