Genesis 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye ndiya kuyenza imbewu yakho ibe ngangamasuntswana othuli lomhlaba, kuze kuthi, ukuba umntu uyakwazi ukubala amasuntswana othuli lomhlaba, abe nako ukuyibala+ nembewu yakho. 1 Kumkani 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYuda noSirayeli babebaninzi njengentlabathi yolwandle,+ besidla kwaye besela benemihlali.+
16 Kwaye ndiya kuyenza imbewu yakho ibe ngangamasuntswana othuli lomhlaba, kuze kuthi, ukuba umntu uyakwazi ukubala amasuntswana othuli lomhlaba, abe nako ukuyibala+ nembewu yakho.