Genesis 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Zaya kuNowa ngaphakathi emkhombeni, ngambini ngambini, lonke uhlobo lwenyama asebenzayo kuyo amandla obomi.+ INtshumayeli 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Siyafana isiphelo soonyana boluntu nesiphelo sesilo.+ Njengoko kunjalo ukufa kwaso, kunjalo nokufa kwabo;+ yaye zonke zinomoya omnye,+ khon’ ukuze kungabikho kongama komntu kunesilo, ngokuba yonk’ into ingamampunge.
15 Zaya kuNowa ngaphakathi emkhombeni, ngambini ngambini, lonke uhlobo lwenyama asebenzayo kuyo amandla obomi.+
19 Siyafana isiphelo soonyana boluntu nesiphelo sesilo.+ Njengoko kunjalo ukufa kwaso, kunjalo nokufa kwabo;+ yaye zonke zinomoya omnye,+ khon’ ukuze kungabikho kongama komntu kunesilo, ngokuba yonk’ into ingamampunge.