Genesis 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye uAbram noNahore bathabatha abafazi. Igama lomfazi ka-Abram lalinguSarayi,+ ngoxa igama lomfazi kaNahore lalinguMilka,+ intombi kaHaran, uyise kaMilka noyise kaIska. Genesis 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Waza uThixo wahlabela mgama wathi kuAbraham: “Yena uSarayi umfazi wakho, uze ungambizi ngegama lokuba nguSarayi, kuba nguSara igama lakhe.+ Genesis 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye emva koko uAbraham wamngcwaba uSara umfazi wakhe kumqolomba wentsimi yaseMakaphela ephambi kweMamre, oko kukuthi, iHebron, ezweni lakwaKanan.+
29 Yaye uAbram noNahore bathabatha abafazi. Igama lomfazi ka-Abram lalinguSarayi,+ ngoxa igama lomfazi kaNahore lalinguMilka,+ intombi kaHaran, uyise kaMilka noyise kaIska.
15 Waza uThixo wahlabela mgama wathi kuAbraham: “Yena uSarayi umfazi wakho, uze ungambizi ngegama lokuba nguSarayi, kuba nguSara igama lakhe.+
19 Yaye emva koko uAbraham wamngcwaba uSara umfazi wakhe kumqolomba wentsimi yaseMakaphela ephambi kweMamre, oko kukuthi, iHebron, ezweni lakwaKanan.+