Genesis 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 njengoko ndimele ndikufungise ngoYehova,+ uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba akuyi kumthabathela umfazi unyana wam ezintombini zamaKanan endihleli phakathi kwawo,+ Genesis 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko uIsake wambiza uYakobi waza wamsikelela, wamyalela wathi: “Uze ungathabathi mfazi ezintombini zakwaKanan.”+ Ezra 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba baye bamkela ezinye zeentombi zazo bona noonyana babo;+ yaye, imbewu engcwele,+ ixubene+ nezizwana zamazwe, isandla seenkosana namasekela-baphathi ibe sesona siphambili+ koku kungathembeki.” 1 Korinte 7:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Umfazi ubotshiwe ebudeni balo lonke ixesha indoda yakhe iphila.+ Kodwa ukuba indoda yakhe ingalala ekufeni, ukhululekile ukuba atshatiselwe kulowo amfunayo, kuphela eNkosini.+
3 njengoko ndimele ndikufungise ngoYehova,+ uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba akuyi kumthabathela umfazi unyana wam ezintombini zamaKanan endihleli phakathi kwawo,+
28 Ngenxa yoko uIsake wambiza uYakobi waza wamsikelela, wamyalela wathi: “Uze ungathabathi mfazi ezintombini zakwaKanan.”+
2 Kuba baye bamkela ezinye zeentombi zazo bona noonyana babo;+ yaye, imbewu engcwele,+ ixubene+ nezizwana zamazwe, isandla seenkosana namasekela-baphathi ibe sesona siphambili+ koku kungathembeki.”
39 Umfazi ubotshiwe ebudeni balo lonke ixesha indoda yakhe iphila.+ Kodwa ukuba indoda yakhe ingalala ekufeni, ukhululekile ukuba atshatiselwe kulowo amfunayo, kuphela eNkosini.+