2 Kronike 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba uYehova wamthoba+ uYuda ngenxa ka-Ahazi ukumkani wakwaSirayeli, ngenxa yokuba wayeka kwabakho uvula-zibhuqe kwaYuda,+ yaye kwabakho ukungathembeki okukhulu kuYehova.
19 Kuba uYehova wamthoba+ uYuda ngenxa ka-Ahazi ukumkani wakwaSirayeli, ngenxa yokuba wayeka kwabakho uvula-zibhuqe kwaYuda,+ yaye kwabakho ukungathembeki okukhulu kuYehova.