IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke mna ndazi kakuhle ukuba, ukumkani waseYiputa akayi kunivumela ukuba nihambe ngaphandle kwangesandla esomeleleyo.+

  • Eksodus 8:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko ke ababingeleli abaqhelisela umlingo bathi kuFaro: “Ngumnwe+ kaThixo!”+ Kodwa yaba lukhuni intliziyo kaFaro,+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.

  • Eksodus 8:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+

  • Eksodus 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndoyiyeka ngokwenene ibe lukhuni intliziyo kaFaro,+ abasukele ngokuqinisekileyo ndize ndizukiseke ngoFaro nangomkhosi wakhe wamajoni wonke;+ azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova.”+ Benza ke bona kanye njengoko.

  • INdumiso 83:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+

      Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share