IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+

  • Eksodus 15:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+

      Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+

      Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+

  • Eksodus 18:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu kunabo bonke abanye oothixo,+ njengoko kubonakele kuwo kanye lo mcimbi abaye babakhukhumalela ngawo.”

  • Yoshuwa 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba siyivile indlela uYehova awawomisa ngayo amanzi oLwandle Olubomvu phambi kwenu ekuphumeni kwenu eYiputa,+ noko nakwenzayo kookumkani ababini bama-Amori ababengaphesheya kweYordan, uSihon+ no-Ogi,+ enabatshabalalisayo.+

  • Nehemiya 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wahlukanisa+ ulwandle phambi kwabo, kangangokuba bawela phakathi elwandle kumhlaba owomileyo;+ yaye abo babebasukela wabaphosa enzulwini+ njengelitye+ emanzini anamandla.+

  • Isaya 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Amehlo anekratshi omntu wasemhlabeni amele athotywe, nokuphakama kwabantu kumele kuthotywe;+ yaye nguYehova yedwa omele abekwe phezulu ngaloo mini.+

  • Roma 9:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share