Levitikus 25:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Uze ungasenzi bubi isinxulumani sakho,+ umoyike uThixo wakho,+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.+ Mateyu 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Zonke izinto, ngoko, enifuna abantu bazenze kuni,+ yenzani ngokunjalo nani kubo; oku, enyanisweni, koko kuthethwa nguMthetho nabaProfeti.+
12 “Zonke izinto, ngoko, enifuna abantu bazenze kuni,+ yenzani ngokunjalo nani kubo; oku, enyanisweni, koko kuthethwa nguMthetho nabaProfeti.+